![](https://ruslar.me/mobile/static/img/info.png)
Song Ndiyavuma
Artist Mali Soul
Album AMAKHAYA _ CDMLD029
Licensed to YouTube by CYPHA / MUTHALAND
Ndiyavuma (i agree)
Kuphel'ukudlal'endodeni, ndifumen'uthando lwenene
Gone are those days of playing around to this man that i've became, i've found true love
Kwaphel'ukushalaz'amaqhinga, nguye lo - ndimfumen'owam
Dirty tricks and fooling around is over, she’s the one, i've found mine
Ndiyavuma ndingowakho, ewe ngayo yonk'intliziyo yam – ndithathe ndiyavum a
I surrender i'm yours, yes! with all my heart - take me u submit myself
Ndiyavuma ndingowakho, ewe ngayo yonk'intliziyo yam – ndithathe ndiyavum a
I surrender i'm yours, yes with all my heart - take me you submit myself
(ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam
Yes i agree, yes i agree with all my heart

My heart agrees and i also agree with all my heart
Dikuphoxile amaxesh'amaninzi, wandinyamezela amanyala am
I have disappointed you so many times but, you were patient with all my nonsenses
Awuzanga ulahl'ithrmba kum, kwanele, ngoku ndingowakho,
You never lost hope on me, it’s enough now i'm yours
Ndiyavuma ndingowakho, ewe! ngayo yonk'intliziyo yam – ndithathe ndiyavum a
I surrender I’m yours, yes with all my heart - take me you submit myself
Ndiyavuma ndingowakho, ewe! ngayo yonk'intliziyo yam – ndithathe ndiyavum a
I surrender i'm yours, yes with all my heart - take me you submit myself
(ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam
Yes i agree, yes i agree with all my heart
(ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam
My heart agrees and i also agree with all my heart
(ewe ndiyavuma) ndiyavuma -ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam

(intliziyo iyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavuma - ewe ndiyavuma, ngayo yonk'intliziyo yam

I surrender i'm yours, yes! with all my heart - take me you submit myself
(ewe ndiyavuma) ndiyavuma -ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam
I surrender i’m yours, yes with all my heart - take me you submit myself